0:00:00.870,0:00:03.610 Wmakelekile kumboniso yogqibezelo lesi kwere. 0:00:03.610,0:00:04.440 Yinto igqebezelo lwesi kwere? 0:00:04.440,0:00:06.740 Kulungile, yindlela yokusombulula i'quadratic equation". 0:00:06.740,0:00:09.700 Kwaye gqo, mandibhale phantsi i"quadratic equation', kwaye 0:00:09.700,0:00:11.570 kangoko ndzakubonisa kugqityezelwa njani isikwere. 0:00:11.570,0:00:13.460 Kwaye kangaoko sizakwenza omnye umzekelo, kwaye kwangako mhlawumbi singathetha 0:00:13.460,0:00:16.650 kancinci kutheni ibizwa ngokuba lugqibezelo lwesi kwere. 0:00:16.650,0:00:27.770 Ngoko ke masithi sinale nxaki: 'x' ophindwe kabini dibanisa '16x' 0:00:27.770,0:00:32.600 thabatha 57 ilingana no 0. 0:00:32.600,0:00:36.130 Ngoko ke zintoni izixhobo zethu kwizixhobo zethu apha 0:00:36.130,0:00:36.970 esinokuzisebenzisa ukusombulula lento? 0:00:36.970,0:00:38.570 Kulungile, singazama ukuyihlenga-hlengisa lento phandle. 0:00:38.570,0:00:41.770 Singathi, ngawaphi amanani othi uwadibanisa akunike u16, kwaye kangoko xa u- 0:00:41.770,0:00:44.060 uwaphinda-phinda akunike uthabatha 57? 0:00:44.060,0:00:45.450 Kwaye kuzakufuneka ucinge nayo kancinci. 0:00:45.450,0:00:47.360 Kwaye ungafumana onke amanani, kodwa awuka 0:00:47.360,0:00:49.050 qiniseki ukuba akhona amanani amabini apheleleyo angasebenza 0:00:49.050,0:00:49.540 nje kanjalo. 0:00:49.540,0:00:50.630 Kulenxaki akhona. 0:00:50.630,0:00:53.510 Kodwa uyazi kanjani, ngamanye amaxesha impendulo linani lesishumi 0:00:53.510,0:00:54.190 kwaye awuyazi lonto. 0:00:54.190,0:00:58.150 Ngoko ke, ngaxashanye ongahlenga-hlengisa kuxa uqinisekile ukuba 0:00:58.150,0:01:01.000 ungahlenga-hlengisa ngokwe ndlela yamanani apheleleyo. 0:01:01.000,0:01:03.620 Uyayazi, 'x' dibanisa inani elipheleleyo okanye 'x' thabatha elinye nje inani elipheleleyo 0:01:03.620,0:01:05.920 phinda-phinda, uyayazi, 'x' dibanisa namanye nje amanani apheleleyo. 0:01:05.920,0:01:06.990 Okanye njengesi qhelo. 0:01:06.990,0:01:09.240 Enye indlela kukwenza i"quadratic equation". 0:01:09.240,0:01:11.420 Kwaye into esiyenzayo ukubona yi"quadratic equation" 0:01:11.420,0:01:15.510 yindlela lanje imfutshane yokugqibezela isikwere. 0:01:15.510,0:01:18.410 I"quadratic equation" iyakwazeka ukuhlolwa ngokosebenzisa 0:01:18.410,0:01:19.420 ukugqibezela isikwere. 0:01:19.420,0:01:21.420 Ngoko ke yinto ukugqibezela isikwere? 0:01:21.420,0:01:23.340 Ngoko ke senza ntoni/ 0:01:23.340,0:01:27.080 Kulungile, phambi kokuba siqubele kulomboniso masibone kwenzeka ntoni 0:01:27.080,0:01:30.930 xa ndiphinda-phinda inxaki ethile. 0:01:30.930,0:01:33.220 Mandiyenze phantsi apha. 0:01:33.220,0:01:40.250 Ngubani u'x' dibanisa 'a', uba phinda-phinde kabini. 0:01:40.250,0:01:50.940 Kulungile ilingana no 'x' ophindwe kabini dibanisa '2ax' dibanisa 'a' ophindwe kabini. 0:01:50.940,0:01:51.680 Kulungile. 0:01:51.680,0:01:55.420 Ngoko ke ukuba uabona nantoni na engalendlela, kufanele wazi 0:01:55.420,0:01:57.740 'x' dibanisa lonto ephindwe kabini. 0:01:57.740,0:02:01.040 Ngoko ke ibingazo bandle ukuba khange sinyanzele lenxaki 0:02:01.040,0:02:05.900 ngoko ke singayibhala ngalendlela 'x' dibanisa 'a' ophindwe kabini lingana nantoni, 0:02:05.900,0:02:08.140 kwaye kwangoko singathatha ingcambu? 0:02:08.140,0:02:11.580 Kwaye into esizakuyenza yile, gqo, yenza nje lonto. 0:02:11.580,0:02:13.090 Kwaye kukugqibezela isikwere. 0:02:13.090,0:02:15.010 Ngoko ke, mandikunike umzekelo. 0:02:15.010,0:02:16.515 Ndicinga umzekelo angayenza ibonakale ncono. 0:02:16.515,0:02:17.620 Mandibiyele lento phaya. 0:02:17.620,0:02:19.310 Lento yile kufuneka uyikhumbule. 0:02:19.310,0:02:22.130 Lento yonke ngumgaqo siseko oxhasa ukugqibezela isikwere-- 0:02:22.130,0:02:25.650 ukufumana inxaki ibe ngoluhlobo, kwicala elinye 0:02:25.650,0:02:27.940 lenxaki, kwaye ube nenani kwelinye icala, ngoko ke 0:02:27.940,0:02:31.210 ungathatha ingcambu macala. 0:02:31.210,0:02:32.000 ngoko ke masibone. 0:02:32.000,0:02:33.970 Ekuqaleni, masiqale sijonge ukuba lento ayi 0:02:33.970,0:02:35.020 sosi kwere esigqibeleleyo. 0:02:35.020,0:02:39.700 Ukuba bekunjalo, umlinane bezakulingana no '2a' 0:02:39.700,0:02:40.470 kunjalo/ 0:02:40.470,0:02:44.440 Ngoko ke 'a' bezakuba ngu 8, kwaye kwangoko lento ibizakuba ngu 64. 0:02:44.440,0:02:48.270 Lento icacile ayingo 64, ngoko ke lento ilapha ayi 0:02:48.270,0:02:50.840 phindwanga ngokuchazwa. 0:02:50.840,0:02:51.680 Ngoko ke, singenza ntoni/ 0:02:51.680,0:02:55.990 Kulungile mandahlukane no 57 ndimahlule ngo 57 macala 0:02:55.990,0:02:57.200 ale nxaki. 0:02:57.200,0:03:07.550 Ngoko ke ndizakufumana 'x' ophindwe kabini dibanisa '16x' lingana no 57. 0:03:07.550,0:03:11.470 Yonke into endiyenzileyo ndidibanise 57 macala omabini alenxaki. 0:03:11.470,0:03:16.300 Ngoku yintoni itno endinokuyidibanisa ukuze lento, icala lasekhohlo 0:03:16.300,0:03:21.480 lalenxaki, lingaba liyaphindeka kabini 0:03:21.480,0:03:24.820 nje ngo 'x' dibanisa 'a'? 0:03:24.820,0:03:28.790 Ukuba uyalandela lomfuziselo pahntsi apha, sino 'x' ophindwe kabini 0:03:28.790,0:03:37.880 dibanisa '2ax'--ngoko ke ungayibona lento apha inje ngo '2ax'. 0:03:37.880,0:03:39.090 Akunjalo? 0:03:39.090,0:03:40.900 Ngu '2ax'. 0:03:40.900,0:03:43.520 Kwaye kwangoko kufuneka sidibanise 'a' ophindwe kabini kuyo. 0:03:43.520,0:03:44.040 Kunjalo/ 0:03:44.040,0:03:46.300 Dibanisa 'a' ophindwe kabini. 0:03:46.300,0:03:48.010 Kwaye kwangoko sizakuba nendlela apha. 0:03:48.010,0:03:50.510 Kodwa siyayazi ukusukela kwamaqalela e"Algebra" ukuba nantoni na oyenzayo 0:03:50.510,0:03:52.080 kwlinye icala lenxaki kufuneka uyenze nakwelinye. 0:03:52.080,0:03:54.230 Ngoko ke sidibanise u'a' ophindwe kabini apha, ngoko ke masidibanise u 'a' 0:03:54.230,0:03:56.840 ophindwe kabini apha kwakhona. 0:03:56.840,0:04:01.350 Kwaye ngoku ungaphinda kwakhona uyibhale lento njenge sikwere 0:04:01.350,0:04:02.260 senye inxaki ethile. 0:04:02.260,0:04:04.210 Kodwa phambi kwalonto kufuneka sifumane ukuba ibiyintoni? 0:04:04.210,0:04:05.520 Kulungile, siyenza njani lanto? 0:04:05.520,0:04:06.740 Kulungile, ngubani u'a'? 0:04:06.740,0:04:10.720 Ukuba lenxaki ilapha ngu '2ax', ngubani u'a'? 0:04:10.720,0:04:15.380 Kulungile '2a' uzakulingana no 16, ngoko ke 'a' ulingana no8. 0:04:15.380,0:04:18.020 Kwaye ungayenza lanto ngokuhlolisisa; 0:04:18.020,0:04:18.630 yenza apha kuwe entloko. 0:04:18.630,0:04:20.930 Kodwa ukuba ubufuna yenzeke "algebraically" unga 0:04:20.930,0:04:25.690 bhala '2ax' ulingna 0:04:25.690,0:04:29.090 Kwaye kwangoko yahlula macala ngo '2x', kwaye ufumana u'a' eli 0:04:29.090,0:04:31.430 ngana no '16x' ngaphezu kuka '2x' 0:04:31.430,0:04:36.950 Kwaye uthathe ngathi 'x' akalingani no 0lento ehluza 0:04:36.950,0:04:38.130 Ngoko ke 'a' ngu 8. 0:04:38.130,0:04:42.430 Ngoko ke ukuba 'a' ngu 8singabhala lento kwakhona lenxaki--ndiza kucima 0:04:42.430,0:04:49.030 imibala ngoku pheleleyo-- nje ngokuba 'x' ophindwe kabini dibanisa '16x' 0:04:49.030,0:04:50.470 dibanisa 'a' ophindwe kabini. 0:04:50.470,0:04:54.180 Kulungile, ngu 64, ngoba 'a' ngu 8. 0:04:54.180,0:04:59.170 Ulingana no 57 dibanisa 64. 0:04:59.170,0:05:00.720 Akunjalo? 0:05:00.720,0:05:04.600 Ndiye kolona caciso ludinisayo apha, kodwa yonke 0:05:04.600,0:05:08.890 into esiyenzileyo ukufika phaya sidibanise 57 kumacala 0:05:08.890,0:05:10.870 omabini alenxaki ngendlela zokuyibeka kwicala lase kunene 0:05:10.870,0:05:14.320 kwaye kwangoko sidibanise 64 macala omabini alenxaki. 0:05:14.320,0:05:16.830 Kwaye kutheni sidibanisa 64 macala omabini alenxaki/ 0:05:16.830,0:05:21.070 Ukuze ilicala lasekhohlo lalenxaki lithathe lendlela. 0:05:21.070,0:05:23.200 Kuba ngoku icala lasekhohlo lithathe lendlela 0:05:23.200,0:05:26.030 Ndingayibhla kwakhona kanjani? 0:05:26.030,0:05:27.170 'x' dibanisa 'a' , ubaphinde kabini. 0:05:27.170,0:05:28.620 Ndingayibhala kwakhona ngale ndlela. 0:05:28.620,0:05:35.550 kwaye siyayazi ukuba 'a' ngu 8, ngoko ke ivela ibe ngu 'x' dibanisa 8' ubaphinde kabini, 0:05:35.550,0:05:39.730 ilingana no--kwaye ngubani 57 dibanisa 64? 0:05:39.730,0:05:43.090 Ngu 121. 0:05:43.090,0:05:47.270 Ngoku sinento ekhangeleka ilula kakhulu--ngu 0:05:47.270,0:05:48.960 iseyi "quadratic equation", ngqo, ngoba ukuba u- 0:05:48.960,0:05:50.350 bunolwandisa elicala ubuzakufumana i'quadratic equation". 0:05:50.350,0:05:53.065 Kodwa singayisombulula lento ngaphndle kokusebenzisa i'quadratic equation". 0:05:53.065,0:05:54.610 okanye ngaphendle kokucazulula. 0:05:54.610,0:05:57.390 Usuka apho singathatha ingcambu yamacala omabini alento.` 0:05:57.390,0:06:00.550 Kwaye ukuba singathatha ingcambu yalama cala omabini singafumana ntoni? 0:06:00.550,0:06:03.610 Sifumana--kwakhona, ngokuqgibeleleyo masicime imibala-- 0:06:03.610,0:06:09.230 la 'x' dibanisa 8 ulingana no, kwaye khumbula lento, udibanisa okanye 0:06:09.230,0:06:12.880 thabatha ingcambu ka 121. 0:06:12.880,0:06:14.590 Kwaye ngubani ingcambu ka 121? 0:06:14.590,0:06:15.960 Kulungile ngu 11, akunjalo/ 0:06:15.960,0:06:17.630 Ngoko ke kwangoko singaza aph/ 0:06:17.630,0:06:18.800 Mandibiyele lento phaya. 0:06:18.800,0:06:20.620 Lento ibubucala. 0:06:20.620,0:06:26.830 Ngoko ke sifumana 'x' dibanisa 8 ulingana no dibanisa okanye thabatha 11. 0:06:26.830,0:06:30.420 Kwaye ngoko ke 'x' ulingana no--thabatha 8 kumacala omabini--thabatha 0:06:30.420,0:06:33.860 8 dibanisa okanye thabatha 11. 0:06:33.860,0:06:41.590 Kwaye mgoko ke 'x' angalinga--ngoko ke thabatha 8 dibanisa 11 ngu 3. 0:06:41.590,0:06:41.970 Kunjalo? 0:06:44.800,0:06:48.160 Mandiqinisekise ndiyenzile lonto. 0:06:48.160,0:06:53.310 'x' ulingana no thabatha 8 dibaisa okanye thabatha 11. 0:06:53.310,0:06:54.140 Ewe. 0:06:54.140,0:06:55.350 Injalo. 0:06:55.350,0:06:59.270 Ngoko ke 'x' angaba ngu 3. 0:06:59.270,0:07:02.960 Kwaye kwangoko ukuba ndithatha uthabatha 8 thabatha 11, 'x' anga 0:07:02.960,0:07:10.416 lingana kwakhona no thabatha 19. 0:07:10.416,0:07:11.350 Kulungile. 0:07:11.350,0:07:13.200 Kwaye makhe sijonge ukuba lanto iyayenza imvakalelo. 0:07:13.200,0:07:18.680 Ngoko ke ngokwe ncazo eyingcingane lento ifanele ukucazululeka ngoku ka 'x' 0:07:18.680,0:07:23.770 thabatha 3 phinda-phinda 'x' dibanisa 19 ilingana no 0. 0:07:23.770,0:07:24.030 Kunjalo? 0:07:24.030,0:07:26.160 Ngoba zombini ezi zizisombululo zale nxaki. 0:07:26.160,0:07:28.190 Kwaye lonto iyasebenza, akunjalo? 0:07:28.190,0:07:31.340 Thabatha 3 uphinda-phinde ngo 19 gnu thabatha 57. 0:07:31.340,0:07:36.920 Kwaye thabatha 3 dibanisa 19 ngu dibanisa '16x' 0:07:36.920,0:07:39.120 Bekufanele kwangoko sicazulele lento kwaphaya, kodwa ukuba 0:07:39.120,0:07:41.030 lonto ibingacacanga kuthi--ngoba, uyayazi ubuncinci 0:07:41.030,0:07:43.600 19 ngamanye amaxesha linani elingaqhelekanga--besizakuyenza 0:07:43.600,0:07:46.800 sigqibezele isikwere. 0:07:46.800,0:07:47.690 Kwaye kutheni ibizwa ngokuba kukugqibezela isikwere? 0:07:47.690,0:07:49.920 Ngoba uyifumana ngalendlela kwaye kwangoko kufuneka udibanise lento 0:07:49.920,0:07:52.950 nantsi indlela yokugqibezela isikwere--ukuguqula lento 0:07:52.950,0:07:56.020 kwelicala lasekhohlo kwicala eliphindwe kabini. 0:07:56.020,0:07:56.770 Masenze enye yokugqibela. 0:07:56.770,0:07:59.920 Kwaye ndizakwenza ucaciso ulumbalwa kwaye kakhulu ukukhawulezisa 0:07:59.920,0:08:02.105 ukwenza inxaki, kwaye kwangoko ingenza ibonakale ilulu. 0:08:04.800,0:08:07.080 Kodwa lento izakuba yinxaki ekrwelisa isntloko. 0:08:07.080,0:08:19.930 Ngoko ke mandithi ndino '6x' ophindwe kabini thabatha '7x' thabatha 3 ngu 0. 0:08:19.930,0:08:22.980 Ungazama ukuyicazulula, kodwa ngokwenyani 0:08:22.980,0:08:25.260 ndiyathanda ukuyicazulula xa inomlingani. 0:08:25.260,0:08:27.590 Kwaye ungathi, kulungile kutheni singahluli ezizinto zombini macala 0:08:27.590,0:08:28.970 ezalenxaki ngo6? 0:08:28.970,0:08:30.960 Kodwa kwangoko ungazakufumana amaqhezu apha kunye neqhuzu nalapha. 0:08:30.960,0:08:33.580 Kwaye kuzimakakhulu ukuyicazulula nje ngokuyihlola. 0:08:33.580,0:08:35.190 Ungenza i"quadratic equation". 0:08:35.190,0:08:37.310 Kwaye mhlawumbi ndizakubonisa kwixesha elizayo lomboniso, i"quadratic 0:08:37.310,0:08:39.500 equation"--kwaye ndiyacinga ukuba ndiyenzile kwangaphambili apho ndinqginile 0:08:39.500,0:08:40.630 i"quadratic equation". 0:08:40.630,0:08:42.380 Kodwa i'quadratic equatio" ngamanye amagama 0:08:42.380,0:08:43.170 kukuqgibezela isikwere. 0:08:43.170,0:08:44.090 Ngundlela lula. 0:08:44.090,0:08:46.280 Kukukhumbula qha isichazi sayo. 0:08:46.280,0:08:48.320 Kodwa masigqibezele isikwere apha, ngoba yiyo into 0:08:48.320,0:08:50.640 esingayo apha kulomboniso. 0:08:50.640,0:08:54.650 Ngoko ke masidibanise u3 macala alenxaki. 0:08:54.650,0:08:56.300 Singenza--kakulhe, masidibanise u3 kuqala. 0:08:56.300,0:09:04.820 Ngoko ke ufumana u'6x' ophindwe kabini thabatha '7x' ilingana no3. 0:09:04.820,0:09:06.770 Ndidibanise u3 macala. 0:09:06.770,0:09:09.470 Kwaye abanye otitshala bazakumshiya uthabatha 3 apha, kwaye kwangoko zama 0:09:09.470,0:09:11.050 ukufumana phandle udibanisa ntoni kwaye yonke lonto. 0:09:11.050,0:09:13.170 Kodwa ndiyathanda ukuyibekela bucala kwendlela ukuze ndifiumana phandle 0:09:13.170,0:09:16.080 ngokucacileyo lileiphi inani endinokulibeka. 0:09:16.080,0:09:18.230 Kodwa kwakhona andimthandi lo 6 apha. 0:09:18.230,0:09:19.550 Uvele aziphixanise izinto. 0:09:19.550,0:09:25.990 Ndiathanda ukuba no'x' dibanisa 'a' ophindwe kabini, hayi ingcambu 0:09:25.990,0:09:27.450 umlingana wesimeli u'x'. 0:09:27.450,0:09:31.530 Ngoko ke masahlule macala ngo alanxaki ngo 6, kwaye ufumana 0:09:31.530,0:09:39.730 'x' ophindwe kabini thabatha 7/6x ulingana --3uamahlule ngo 6 0:09:39.730,0:09:41.566 ilingana no1/2. 0:09:41.566,0:09:43.190 Kwaye ngesiyenzile lanto inyathelo lethu lokuqala. 0:09:43.190,0:09:46.450 Ngesahlule ngo6 kwasekuqaleni kwinyathelo lethu lokuqala. 0:09:46.450,0:09:49.250 Ngenye indlela, masizame ukugqibezela isikwere. 0:09:49.250,0:09:51.800 Ngoko ke sino 'x' ophindwe kabini--ndikuvula indawo. 0:09:51.800,0:09:59.530 thabatha 7/6x dibanisa nalonto izakulingana no 1/2. 0:09:59.530,0:10:02.400 Kwaye ngoko ke, kufuneka sidibanise into apha ukuze elicala lasekhohlo 0:10:02.400,0:10:05.290 lenxaki iphume liyinto ephindwe kabini. 0:10:05.290,0:10:06.620 Ngoko ke siyenza njani lotno? 0:10:06.620,0:10:10.770 Kulungile ngocoselelo sijonga lomlingani, kwaye sibeke 0:10:10.770,0:10:14.610 engqondweni lento ayingo 7/6 ngu thabatha 7/6. 0:10:14.610,0:10:17.460 Uthatha 1/2 wayo, kwaye kwangoko umphinde kabini. 0:10:17.460,0:10:18.610 Kunjalo? 0:10:18.610,0:10:19.690 Mandiyenze. 0:10:19.690,0:10:25.290 'x' dibanisa 'a' , baphinde kabini ufumana u'x' ophindwe kabini dibanisa 0:10:25.290,0:10:28.820 '2ax' dibanisa 'a' ophindwe kabini. 0:10:28.820,0:10:29.070 Kunjalo? 0:10:29.070,0:10:30.750 Lento yeyonanto ekufuneka uyikhumbule maxesha onke. 0:10:30.750,0:10:33.560 Kuko konke ukugqibezela isikwere okukuqukayo. 0:10:33.560,0:10:34.980 Ngoko ke ndiqgibokuthini ngoku? 0:10:34.980,0:10:37.260 Kulungile, esisimeli sizakuba ngu 1/2 yalento 0:10:37.260,0:10:39.190 ingumlingani iphindwe kabnini. 0:10:39.190,0:10:40.190 Kwaye siyanzi njani lonto? 0:10:40.190,0:10:43.880 Ngoba 'a' uzakuba ngu 1/2 yalomlingani ukuba 0:10:43.880,0:10:45.850 wenza kancinci umfuziselo wokudibanisa. 0:10:45.850,0:10:48.760 Ngoko ke ngubani 1/2 walomlingani? 0:10:48.760,0:10:54.050 1/2 thabatha 7/6 ngu thabatha 7/12. 0:10:54.050,0:10:56.640 Ngoko ke ukuba ufuna ukubhala 'a' ulingana nothabatha 0:10:56.640,0:10:58.770 7/12 ngoko mzekelo. 0:10:58.770,0:11:00.770 Kwaye ndiphinda-phinde lento ngo 1/2. 0:11:00.770,0:11:01.980 Kunjalo? 0:11:01.980,0:11:03.660 Ngoko ke ndidibanisa ntoni macala omabini? 0:11:03.660,0:11:06.030 Ndidibanisa u'a' ophindwe kabini. 0:11:06.030,0:11:08.930 Ngoko ke ngubani u 7/12 umphinde kabini? 0:11:08.930,0:11:13.220 Kulungile ngubani u 49/144.` 0:11:13.220,0:11:15.000 Ukuba ndiyenzile kwicala lasekhohlo kufuneka ndiyenze 0:11:15.000,0:11:16.630 na kwcala lasekunene 0:11:16.630,0:11:22.240 Dibanisa 49/144. 0:11:22.240,0:11:26.120 Kwaye ngoku ndingacazulula njani elicala lasekhohlo? 0:11:26.120,0:11:26.880 Lithini inyathelo lehtu elilandelayo? 0:11:26.880,0:11:28.470 Kulungile siyazi ngoku yingcmbu egqibeleleyo. 0:11:28.470,0:11:31.550 Ngokwenyani, siyayazi ngubani u'a'. 'a' ngu thabatha 7/12. 0:11:31.550,0:11:35.200 Kwaye siyayazi icala lethu lasekhohlo lale nxaki 0:11:35.200,0:11:43.390 ngu 'x' thabatha 'a'--oaknye 'x' dibanisa 'a', kodwa 'a' linani lelithabatha yo. 0:11:43.390,0:11:47.980 Ngoko ke 'x' dibanisa 'a' kwaya 'a' nguthabatha, ohpindwe kabini. 0:11:47.980,0:11:50.350 Kwaye ukuba ufuna ungacazulula lento phandle kwaye ungqine 0:11:50.350,0:11:53.130 ukuba ukuba nyani ilingana nalento. 0:11:53.130,0:11:55.920 kwaye lanto izakulingana no--masifumane into ezifanayo 0:11:55.920,0:11:58.360 ngaphantsi, 144. 0:11:58.360,0:12:04.070 Ngoko ke 72 dibanisa 49 ilingana no121. 0:12:04.070,0:12:06.300 121/144. 0:12:06.300,0:12:09.210 Ngoko ke sino 'x' thabatha 7/12, yonke lanto uyiphnde ngesibini. 0:12:09.210,0:12:13.180 ilingana no 121/144. 0:12:13.180,0:12:14.300 Ngoko ke senza ntoni xa kunje ngoku? 0:12:14.300,0:12:15.570 Kulungile, ngoku sithatha ingcambu macala 0:12:15.570,0:12:17.700 aelnxaki. 0:12:17.700,0:12:20.140 Kwaye ndizama ukufumana indawo. 0:12:20.140,0:12:22.215 Tshintshela kuluhlaza. 0:12:22.215,0:12:25.320 Mandizibeke calanye ngaphandle. 0:12:25.320,0:12:33.310 kwaye sifumana 'x' thabatha 7/12 ulingana nodibanisa okanye thabatha 0:12:33.310,0:12:33.940 ingcambu yalanto. 0:12:33.940,0:12:38.120 Ngoko ke dibanisa okanye thabatha 11/12. 0:12:38.120,0:12:38.390 Kunjalo? 0:12:38.390,0:12:39.660 Ingcambuka 121 ngu 11. 0:12:39.660,0:12:42.420 Ingcambu ka 144 ngu 12. 0:12:42.420,0:12:44.480 Ngoko ke kwangoko singadibnisa 7/12 macala omabini elenxaki, 0:12:44.480,0:12:53.100 kwaye sifumana 'x' ulingana no 7/12 dibanisa okanye thabatha 11/12. 0:12:53.100,0:12:58.660 Kulungile lanto ilingana no 7 dibanisa oakanye thabatha 11/12. 0:12:58.660,0:13:00.050 Ngoko ke, athini amathuba ethu omabini? 0:13:00.050,0:13:03.930 7 dibanisa 11 ngu 18, ngaphesu kuka 12. 0:13:03.930,0:13:08.210 Ngoko ke 'x' angalingana 18/12, ngu 3/2. 0:13:08.210,0:13:11.010 okanye, ngubani 7 thabatha 11? 0:13:11.010,0:13:12.760 Ngu thabatha 4/12. 0:13:12.760,0:13:15.370 Ngoko ke ngu thabatha 1/3. 0:13:15.370,0:13:16.630 Nantsoke unayo. 0:13:16.630,0:13:17.940 Kuku gqibezela isikwere. 0:13:17.940,0:13:20.220 Ngethemba ufumene lanto inengcaciso enengeniso. 0:13:20.220,0:13:23.340 kwaye ukuba ufuna ukugqinelana ne"quadratic equation", konke owu 0:13:23.340,0:13:27.320 makukwenze endaweni yoba namanani apha, bhala 'ax' ophindwe kabini 0:13:27.320,0:13:29.820 dibanisa 'bx' dibanisa 'c' lingana no 0. 0:13:29.820,0:13:34.130 kwaye kwangoko gqibezela iskwere ngokusebenzisa a,b, kunye no c. 0:13:34.130,0:13:35.060 endaweni yamanani. 0:13:35.060,0:13:37.180 kwaye uzakuphela ne "quadratic equation' 0:13:37.180,0:13:38.110 ekupheleni. 0:13:38.110,0:13:39.510 Kwaye ndiyacinga ukuba ndiyenzile lanto kulomboniso. 0:13:39.510,0:13:41.600 Ndazise ukuba khange ndiyenze kwaye ndizakwenzea yona. 0:13:41.600,0:13:44.540 Ngenyindlela, ndizakubona kumboniso olandelayo.