[Script Info] Title: [Events] Format: Layer, Start, End, Style, Name, MarginL, MarginR, MarginV, Effect, Text Dialogue: 0,0:00:00.87,0:00:03.61,Default,,0000,0000,0000,,Wmakelekile kumboniso yogqibezelo lesi kwere. Dialogue: 0,0:00:03.61,0:00:04.44,Default,,0000,0000,0000,,Yinto igqebezelo lwesi kwere? Dialogue: 0,0:00:04.44,0:00:06.74,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, yindlela yokusombulula i'quadratic equation". Dialogue: 0,0:00:06.74,0:00:09.70,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye gqo, mandibhale phantsi i"quadratic equation', kwaye Dialogue: 0,0:00:09.70,0:00:11.57,Default,,0000,0000,0000,,kangoko ndzakubonisa kugqityezelwa njani isikwere. Dialogue: 0,0:00:11.57,0:00:13.46,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kangaoko sizakwenza omnye umzekelo, kwaye kwangako mhlawumbi singathetha Dialogue: 0,0:00:13.46,0:00:16.65,Default,,0000,0000,0000,,kancinci kutheni ibizwa ngokuba lugqibezelo lwesi kwere. Dialogue: 0,0:00:16.65,0:00:27.77,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke masithi sinale nxaki: 'x' ophindwe kabini dibanisa '16x' Dialogue: 0,0:00:27.77,0:00:32.60,Default,,0000,0000,0000,,thabatha 57 ilingana no 0. Dialogue: 0,0:00:32.60,0:00:36.13,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke zintoni izixhobo zethu kwizixhobo zethu apha Dialogue: 0,0:00:36.13,0:00:36.97,Default,,0000,0000,0000,,esinokuzisebenzisa ukusombulula lento? Dialogue: 0,0:00:36.97,0:00:38.57,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, singazama ukuyihlenga-hlengisa lento phandle. Dialogue: 0,0:00:38.57,0:00:41.77,Default,,0000,0000,0000,,Singathi, ngawaphi amanani othi uwadibanisa akunike u16, kwaye kangoko xa u- Dialogue: 0,0:00:41.77,0:00:44.06,Default,,0000,0000,0000,,uwaphinda-phinda akunike uthabatha 57? Dialogue: 0,0:00:44.06,0:00:45.45,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kuzakufuneka ucinge nayo kancinci. Dialogue: 0,0:00:45.45,0:00:47.36,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ungafumana onke amanani, kodwa awuka Dialogue: 0,0:00:47.36,0:00:49.05,Default,,0000,0000,0000,,qiniseki ukuba akhona amanani amabini apheleleyo angasebenza Dialogue: 0,0:00:49.05,0:00:49.54,Default,,0000,0000,0000,,nje kanjalo. Dialogue: 0,0:00:49.54,0:00:50.63,Default,,0000,0000,0000,,Kulenxaki akhona. Dialogue: 0,0:00:50.63,0:00:53.51,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa uyazi kanjani, ngamanye amaxesha impendulo linani lesishumi Dialogue: 0,0:00:53.51,0:00:54.19,Default,,0000,0000,0000,,kwaye awuyazi lonto. Dialogue: 0,0:00:54.19,0:00:58.15,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke, ngaxashanye ongahlenga-hlengisa kuxa uqinisekile ukuba Dialogue: 0,0:00:58.15,0:01:01.00,Default,,0000,0000,0000,,ungahlenga-hlengisa ngokwe ndlela yamanani apheleleyo. Dialogue: 0,0:01:01.00,0:01:03.62,Default,,0000,0000,0000,,Uyayazi, 'x' dibanisa inani elipheleleyo okanye 'x' thabatha elinye nje inani elipheleleyo Dialogue: 0,0:01:03.62,0:01:05.92,Default,,0000,0000,0000,,phinda-phinda, uyayazi, 'x' dibanisa namanye nje amanani apheleleyo. Dialogue: 0,0:01:05.92,0:01:06.99,Default,,0000,0000,0000,,Okanye njengesi qhelo. Dialogue: 0,0:01:06.99,0:01:09.24,Default,,0000,0000,0000,,Enye indlela kukwenza i"quadratic equation". Dialogue: 0,0:01:09.24,0:01:11.42,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye into esiyenzayo ukubona yi"quadratic equation" Dialogue: 0,0:01:11.42,0:01:15.51,Default,,0000,0000,0000,,yindlela lanje imfutshane yokugqibezela isikwere. Dialogue: 0,0:01:15.51,0:01:18.41,Default,,0000,0000,0000,,I"quadratic equation" iyakwazeka ukuhlolwa ngokosebenzisa Dialogue: 0,0:01:18.41,0:01:19.42,Default,,0000,0000,0000,,ukugqibezela isikwere. Dialogue: 0,0:01:19.42,0:01:21.42,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke yinto ukugqibezela isikwere? Dialogue: 0,0:01:21.42,0:01:23.34,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke senza ntoni/ Dialogue: 0,0:01:23.34,0:01:27.08,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, phambi kokuba siqubele kulomboniso masibone kwenzeka ntoni Dialogue: 0,0:01:27.08,0:01:30.93,Default,,0000,0000,0000,,xa ndiphinda-phinda inxaki ethile. Dialogue: 0,0:01:30.93,0:01:33.22,Default,,0000,0000,0000,,Mandiyenze phantsi apha. Dialogue: 0,0:01:33.22,0:01:40.25,Default,,0000,0000,0000,,Ngubani u'x' dibanisa 'a', uba phinda-phinde kabini. Dialogue: 0,0:01:40.25,0:01:50.94,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile ilingana no 'x' ophindwe kabini dibanisa '2ax' dibanisa 'a' ophindwe kabini. Dialogue: 0,0:01:50.94,0:01:51.68,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile. Dialogue: 0,0:01:51.68,0:01:55.42,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ukuba uabona nantoni na engalendlela, kufanele wazi Dialogue: 0,0:01:55.42,0:01:57.74,Default,,0000,0000,0000,,'x' dibanisa lonto ephindwe kabini. Dialogue: 0,0:01:57.74,0:02:01.04,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ibingazo bandle ukuba khange sinyanzele lenxaki Dialogue: 0,0:02:01.04,0:02:05.90,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke singayibhala ngalendlela 'x' dibanisa 'a' ophindwe kabini lingana nantoni, Dialogue: 0,0:02:05.90,0:02:08.14,Default,,0000,0000,0000,,kwaye kwangoko singathatha ingcambu? Dialogue: 0,0:02:08.14,0:02:11.58,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye into esizakuyenza yile, gqo, yenza nje lonto. Dialogue: 0,0:02:11.58,0:02:13.09,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kukugqibezela isikwere. Dialogue: 0,0:02:13.09,0:02:15.01,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke, mandikunike umzekelo. Dialogue: 0,0:02:15.01,0:02:16.52,Default,,0000,0000,0000,,Ndicinga umzekelo angayenza ibonakale ncono. Dialogue: 0,0:02:16.52,0:02:17.62,Default,,0000,0000,0000,,Mandibiyele lento phaya. Dialogue: 0,0:02:17.62,0:02:19.31,Default,,0000,0000,0000,,Lento yile kufuneka uyikhumbule. Dialogue: 0,0:02:19.31,0:02:22.13,Default,,0000,0000,0000,,Lento yonke ngumgaqo siseko oxhasa ukugqibezela isikwere-- Dialogue: 0,0:02:22.13,0:02:25.65,Default,,0000,0000,0000,,ukufumana inxaki ibe ngoluhlobo, kwicala elinye Dialogue: 0,0:02:25.65,0:02:27.94,Default,,0000,0000,0000,,lenxaki, kwaye ube nenani kwelinye icala, ngoko ke Dialogue: 0,0:02:27.94,0:02:31.21,Default,,0000,0000,0000,,ungathatha ingcambu macala. Dialogue: 0,0:02:31.21,0:02:32.00,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke masibone. Dialogue: 0,0:02:32.00,0:02:33.97,Default,,0000,0000,0000,,Ekuqaleni, masiqale sijonge ukuba lento ayi Dialogue: 0,0:02:33.97,0:02:35.02,Default,,0000,0000,0000,,sosi kwere esigqibeleleyo. Dialogue: 0,0:02:35.02,0:02:39.70,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba bekunjalo, umlinane bezakulingana no '2a' Dialogue: 0,0:02:39.70,0:02:40.47,Default,,0000,0000,0000,,kunjalo/ Dialogue: 0,0:02:40.47,0:02:44.44,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke 'a' bezakuba ngu 8, kwaye kwangoko lento ibizakuba ngu 64. Dialogue: 0,0:02:44.44,0:02:48.27,Default,,0000,0000,0000,,Lento icacile ayingo 64, ngoko ke lento ilapha ayi Dialogue: 0,0:02:48.27,0:02:50.84,Default,,0000,0000,0000,,phindwanga ngokuchazwa. Dialogue: 0,0:02:50.84,0:02:51.68,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke, singenza ntoni/ Dialogue: 0,0:02:51.68,0:02:55.99,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile mandahlukane no 57 ndimahlule ngo 57 macala Dialogue: 0,0:02:55.99,0:02:57.20,Default,,0000,0000,0000,,ale nxaki. Dialogue: 0,0:02:57.20,0:03:07.55,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ndizakufumana 'x' ophindwe kabini dibanisa '16x' lingana no 57. Dialogue: 0,0:03:07.55,0:03:11.47,Default,,0000,0000,0000,,Yonke into endiyenzileyo ndidibanise 57 macala omabini alenxaki. Dialogue: 0,0:03:11.47,0:03:16.30,Default,,0000,0000,0000,,Ngoku yintoni itno endinokuyidibanisa ukuze lento, icala lasekhohlo Dialogue: 0,0:03:16.30,0:03:21.48,Default,,0000,0000,0000,,lalenxaki, lingaba liyaphindeka kabini Dialogue: 0,0:03:21.48,0:03:24.82,Default,,0000,0000,0000,,nje ngo 'x' dibanisa 'a'? Dialogue: 0,0:03:24.82,0:03:28.79,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba uyalandela lomfuziselo pahntsi apha, sino 'x' ophindwe kabini Dialogue: 0,0:03:28.79,0:03:37.88,Default,,0000,0000,0000,,dibanisa '2ax'--ngoko ke ungayibona lento apha inje ngo '2ax'. Dialogue: 0,0:03:37.88,0:03:39.09,Default,,0000,0000,0000,,Akunjalo? Dialogue: 0,0:03:39.09,0:03:40.90,Default,,0000,0000,0000,,Ngu '2ax'. Dialogue: 0,0:03:40.90,0:03:43.52,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kwangoko kufuneka sidibanise 'a' ophindwe kabini kuyo. Dialogue: 0,0:03:43.52,0:03:44.04,Default,,0000,0000,0000,,Kunjalo/ Dialogue: 0,0:03:44.04,0:03:46.30,Default,,0000,0000,0000,,Dibanisa 'a' ophindwe kabini. Dialogue: 0,0:03:46.30,0:03:48.01,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kwangoko sizakuba nendlela apha. Dialogue: 0,0:03:48.01,0:03:50.51,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa siyayazi ukusukela kwamaqalela e"Algebra" ukuba nantoni na oyenzayo Dialogue: 0,0:03:50.51,0:03:52.08,Default,,0000,0000,0000,,kwlinye icala lenxaki kufuneka uyenze nakwelinye. Dialogue: 0,0:03:52.08,0:03:54.23,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke sidibanise u'a' ophindwe kabini apha, ngoko ke masidibanise u 'a' Dialogue: 0,0:03:54.23,0:03:56.84,Default,,0000,0000,0000,,ophindwe kabini apha kwakhona. Dialogue: 0,0:03:56.84,0:04:01.35,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ngoku ungaphinda kwakhona uyibhale lento njenge sikwere Dialogue: 0,0:04:01.35,0:04:02.26,Default,,0000,0000,0000,,senye inxaki ethile. Dialogue: 0,0:04:02.26,0:04:04.21,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa phambi kwalonto kufuneka sifumane ukuba ibiyintoni? Dialogue: 0,0:04:04.21,0:04:05.52,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, siyenza njani lanto? Dialogue: 0,0:04:05.52,0:04:06.74,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, ngubani u'a'? Dialogue: 0,0:04:06.74,0:04:10.72,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba lenxaki ilapha ngu '2ax', ngubani u'a'? Dialogue: 0,0:04:10.72,0:04:15.38,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile '2a' uzakulingana no 16, ngoko ke 'a' ulingana no8. Dialogue: 0,0:04:15.38,0:04:18.02,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ungayenza lanto ngokuhlolisisa; Dialogue: 0,0:04:18.02,0:04:18.63,Default,,0000,0000,0000,,yenza apha kuwe entloko. Dialogue: 0,0:04:18.63,0:04:20.93,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa ukuba ubufuna yenzeke "algebraically" unga Dialogue: 0,0:04:20.93,0:04:25.69,Default,,0000,0000,0000,,bhala '2ax' ulingna Dialogue: 0,0:04:25.69,0:04:29.09,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kwangoko yahlula macala ngo '2x', kwaye ufumana u'a' eli Dialogue: 0,0:04:29.09,0:04:31.43,Default,,0000,0000,0000,,ngana no '16x' ngaphezu kuka '2x' Dialogue: 0,0:04:31.43,0:04:36.95,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye uthathe ngathi 'x' akalingani no 0lento ehluza Dialogue: 0,0:04:36.95,0:04:38.13,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke 'a' ngu 8. Dialogue: 0,0:04:38.13,0:04:42.43,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ukuba 'a' ngu 8singabhala lento kwakhona lenxaki--ndiza kucima Dialogue: 0,0:04:42.43,0:04:49.03,Default,,0000,0000,0000,,imibala ngoku pheleleyo-- nje ngokuba 'x' ophindwe kabini dibanisa '16x' Dialogue: 0,0:04:49.03,0:04:50.47,Default,,0000,0000,0000,,dibanisa 'a' ophindwe kabini. Dialogue: 0,0:04:50.47,0:04:54.18,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, ngu 64, ngoba 'a' ngu 8. Dialogue: 0,0:04:54.18,0:04:59.17,Default,,0000,0000,0000,,Ulingana no 57 dibanisa 64. Dialogue: 0,0:04:59.17,0:05:00.72,Default,,0000,0000,0000,,Akunjalo? Dialogue: 0,0:05:00.72,0:05:04.60,Default,,0000,0000,0000,,Ndiye kolona caciso ludinisayo apha, kodwa yonke Dialogue: 0,0:05:04.60,0:05:08.89,Default,,0000,0000,0000,,into esiyenzileyo ukufika phaya sidibanise 57 kumacala Dialogue: 0,0:05:08.89,0:05:10.87,Default,,0000,0000,0000,,omabini alenxaki ngendlela zokuyibeka kwicala lase kunene Dialogue: 0,0:05:10.87,0:05:14.32,Default,,0000,0000,0000,,kwaye kwangoko sidibanise 64 macala omabini alenxaki. Dialogue: 0,0:05:14.32,0:05:16.83,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kutheni sidibanisa 64 macala omabini alenxaki/ Dialogue: 0,0:05:16.83,0:05:21.07,Default,,0000,0000,0000,,Ukuze ilicala lasekhohlo lalenxaki lithathe lendlela. Dialogue: 0,0:05:21.07,0:05:23.20,Default,,0000,0000,0000,,Kuba ngoku icala lasekhohlo lithathe lendlela Dialogue: 0,0:05:23.20,0:05:26.03,Default,,0000,0000,0000,,Ndingayibhla kwakhona kanjani? Dialogue: 0,0:05:26.03,0:05:27.17,Default,,0000,0000,0000,,'x' dibanisa 'a' , ubaphinde kabini. Dialogue: 0,0:05:27.17,0:05:28.62,Default,,0000,0000,0000,,Ndingayibhala kwakhona ngale ndlela. Dialogue: 0,0:05:28.62,0:05:35.55,Default,,0000,0000,0000,,kwaye siyayazi ukuba 'a' ngu 8, ngoko ke ivela ibe ngu 'x' dibanisa 8' ubaphinde kabini, Dialogue: 0,0:05:35.55,0:05:39.73,Default,,0000,0000,0000,,ilingana no--kwaye ngubani 57 dibanisa 64? Dialogue: 0,0:05:39.73,0:05:43.09,Default,,0000,0000,0000,,Ngu 121. Dialogue: 0,0:05:43.09,0:05:47.27,Default,,0000,0000,0000,,Ngoku sinento ekhangeleka ilula kakhulu--ngu Dialogue: 0,0:05:47.27,0:05:48.96,Default,,0000,0000,0000,,iseyi "quadratic equation", ngqo, ngoba ukuba u- Dialogue: 0,0:05:48.96,0:05:50.35,Default,,0000,0000,0000,,bunolwandisa elicala ubuzakufumana i'quadratic equation". Dialogue: 0,0:05:50.35,0:05:53.06,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa singayisombulula lento ngaphndle kokusebenzisa i'quadratic equation". Dialogue: 0,0:05:53.06,0:05:54.61,Default,,0000,0000,0000,,okanye ngaphendle kokucazulula. Dialogue: 0,0:05:54.61,0:05:57.39,Default,,0000,0000,0000,,Usuka apho singathatha ingcambu yamacala omabini alento.` Dialogue: 0,0:05:57.39,0:06:00.55,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ukuba singathatha ingcambu yalama cala omabini singafumana ntoni? Dialogue: 0,0:06:00.55,0:06:03.61,Default,,0000,0000,0000,,Sifumana--kwakhona, ngokuqgibeleleyo masicime imibala-- Dialogue: 0,0:06:03.61,0:06:09.23,Default,,0000,0000,0000,,la 'x' dibanisa 8 ulingana no, kwaye khumbula lento, udibanisa okanye Dialogue: 0,0:06:09.23,0:06:12.88,Default,,0000,0000,0000,,thabatha ingcambu ka 121. Dialogue: 0,0:06:12.88,0:06:14.59,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ngubani ingcambu ka 121? Dialogue: 0,0:06:14.59,0:06:15.96,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile ngu 11, akunjalo/ Dialogue: 0,0:06:15.96,0:06:17.63,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke kwangoko singaza aph/ Dialogue: 0,0:06:17.63,0:06:18.80,Default,,0000,0000,0000,,Mandibiyele lento phaya. Dialogue: 0,0:06:18.80,0:06:20.62,Default,,0000,0000,0000,,Lento ibubucala. Dialogue: 0,0:06:20.62,0:06:26.83,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke sifumana 'x' dibanisa 8 ulingana no dibanisa okanye thabatha 11. Dialogue: 0,0:06:26.83,0:06:30.42,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ngoko ke 'x' ulingana no--thabatha 8 kumacala omabini--thabatha Dialogue: 0,0:06:30.42,0:06:33.86,Default,,0000,0000,0000,,8 dibanisa okanye thabatha 11. Dialogue: 0,0:06:33.86,0:06:41.59,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye mgoko ke 'x' angalinga--ngoko ke thabatha 8 dibanisa 11 ngu 3. Dialogue: 0,0:06:41.59,0:06:41.97,Default,,0000,0000,0000,,Kunjalo? Dialogue: 0,0:06:44.80,0:06:48.16,Default,,0000,0000,0000,,Mandiqinisekise ndiyenzile lonto. Dialogue: 0,0:06:48.16,0:06:53.31,Default,,0000,0000,0000,,'x' ulingana no thabatha 8 dibaisa okanye thabatha 11. Dialogue: 0,0:06:53.31,0:06:54.14,Default,,0000,0000,0000,,Ewe. Dialogue: 0,0:06:54.14,0:06:55.35,Default,,0000,0000,0000,,Injalo. Dialogue: 0,0:06:55.35,0:06:59.27,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke 'x' angaba ngu 3. Dialogue: 0,0:06:59.27,0:07:02.96,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kwangoko ukuba ndithatha uthabatha 8 thabatha 11, 'x' anga Dialogue: 0,0:07:02.96,0:07:10.42,Default,,0000,0000,0000,,lingana kwakhona no thabatha 19. Dialogue: 0,0:07:10.42,0:07:11.35,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile. Dialogue: 0,0:07:11.35,0:07:13.20,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye makhe sijonge ukuba lanto iyayenza imvakalelo. Dialogue: 0,0:07:13.20,0:07:18.68,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ngokwe ncazo eyingcingane lento ifanele ukucazululeka ngoku ka 'x' Dialogue: 0,0:07:18.68,0:07:23.77,Default,,0000,0000,0000,,thabatha 3 phinda-phinda 'x' dibanisa 19 ilingana no 0. Dialogue: 0,0:07:23.77,0:07:24.03,Default,,0000,0000,0000,,Kunjalo? Dialogue: 0,0:07:24.03,0:07:26.16,Default,,0000,0000,0000,,Ngoba zombini ezi zizisombululo zale nxaki. Dialogue: 0,0:07:26.16,0:07:28.19,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye lonto iyasebenza, akunjalo? Dialogue: 0,0:07:28.19,0:07:31.34,Default,,0000,0000,0000,,Thabatha 3 uphinda-phinde ngo 19 gnu thabatha 57. Dialogue: 0,0:07:31.34,0:07:36.92,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye thabatha 3 dibanisa 19 ngu dibanisa '16x' Dialogue: 0,0:07:36.92,0:07:39.12,Default,,0000,0000,0000,,Bekufanele kwangoko sicazulele lento kwaphaya, kodwa ukuba Dialogue: 0,0:07:39.12,0:07:41.03,Default,,0000,0000,0000,,lonto ibingacacanga kuthi--ngoba, uyayazi ubuncinci Dialogue: 0,0:07:41.03,0:07:43.60,Default,,0000,0000,0000,,19 ngamanye amaxesha linani elingaqhelekanga--besizakuyenza Dialogue: 0,0:07:43.60,0:07:46.80,Default,,0000,0000,0000,,sigqibezele isikwere. Dialogue: 0,0:07:46.80,0:07:47.69,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kutheni ibizwa ngokuba kukugqibezela isikwere? Dialogue: 0,0:07:47.69,0:07:49.92,Default,,0000,0000,0000,,Ngoba uyifumana ngalendlela kwaye kwangoko kufuneka udibanise lento Dialogue: 0,0:07:49.92,0:07:52.95,Default,,0000,0000,0000,,nantsi indlela yokugqibezela isikwere--ukuguqula lento Dialogue: 0,0:07:52.95,0:07:56.02,Default,,0000,0000,0000,,kwelicala lasekhohlo kwicala eliphindwe kabini. Dialogue: 0,0:07:56.02,0:07:56.77,Default,,0000,0000,0000,,Masenze enye yokugqibela. Dialogue: 0,0:07:56.77,0:07:59.92,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ndizakwenza ucaciso ulumbalwa kwaye kakhulu ukukhawulezisa Dialogue: 0,0:07:59.92,0:08:02.10,Default,,0000,0000,0000,,ukwenza inxaki, kwaye kwangoko ingenza ibonakale ilulu. Dialogue: 0,0:08:04.80,0:08:07.08,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa lento izakuba yinxaki ekrwelisa isntloko. Dialogue: 0,0:08:07.08,0:08:19.93,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke mandithi ndino '6x' ophindwe kabini thabatha '7x' thabatha 3 ngu 0. Dialogue: 0,0:08:19.93,0:08:22.98,Default,,0000,0000,0000,,Ungazama ukuyicazulula, kodwa ngokwenyani Dialogue: 0,0:08:22.98,0:08:25.26,Default,,0000,0000,0000,,ndiyathanda ukuyicazulula xa inomlingani. Dialogue: 0,0:08:25.26,0:08:27.59,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ungathi, kulungile kutheni singahluli ezizinto zombini macala Dialogue: 0,0:08:27.59,0:08:28.97,Default,,0000,0000,0000,,ezalenxaki ngo6? Dialogue: 0,0:08:28.97,0:08:30.96,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa kwangoko ungazakufumana amaqhezu apha kunye neqhuzu nalapha. Dialogue: 0,0:08:30.96,0:08:33.58,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kuzimakakhulu ukuyicazulula nje ngokuyihlola. Dialogue: 0,0:08:33.58,0:08:35.19,Default,,0000,0000,0000,,Ungenza i"quadratic equation". Dialogue: 0,0:08:35.19,0:08:37.31,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye mhlawumbi ndizakubonisa kwixesha elizayo lomboniso, i"quadratic Dialogue: 0,0:08:37.31,0:08:39.50,Default,,0000,0000,0000,,equation"--kwaye ndiyacinga ukuba ndiyenzile kwangaphambili apho ndinqginile Dialogue: 0,0:08:39.50,0:08:40.63,Default,,0000,0000,0000,,i"quadratic equation". Dialogue: 0,0:08:40.63,0:08:42.38,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa i'quadratic equatio" ngamanye amagama Dialogue: 0,0:08:42.38,0:08:43.17,Default,,0000,0000,0000,,kukuqgibezela isikwere. Dialogue: 0,0:08:43.17,0:08:44.09,Default,,0000,0000,0000,,Ngundlela lula. Dialogue: 0,0:08:44.09,0:08:46.28,Default,,0000,0000,0000,,Kukukhumbula qha isichazi sayo. Dialogue: 0,0:08:46.28,0:08:48.32,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa masigqibezele isikwere apha, ngoba yiyo into Dialogue: 0,0:08:48.32,0:08:50.64,Default,,0000,0000,0000,,esingayo apha kulomboniso. Dialogue: 0,0:08:50.64,0:08:54.65,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke masidibanise u3 macala alenxaki. Dialogue: 0,0:08:54.65,0:08:56.30,Default,,0000,0000,0000,,Singenza--kakulhe, masidibanise u3 kuqala. Dialogue: 0,0:08:56.30,0:09:04.82,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ufumana u'6x' ophindwe kabini thabatha '7x' ilingana no3. Dialogue: 0,0:09:04.82,0:09:06.77,Default,,0000,0000,0000,,Ndidibanise u3 macala. Dialogue: 0,0:09:06.77,0:09:09.47,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye abanye otitshala bazakumshiya uthabatha 3 apha, kwaye kwangoko zama Dialogue: 0,0:09:09.47,0:09:11.05,Default,,0000,0000,0000,,ukufumana phandle udibanisa ntoni kwaye yonke lonto. Dialogue: 0,0:09:11.05,0:09:13.17,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa ndiyathanda ukuyibekela bucala kwendlela ukuze ndifiumana phandle Dialogue: 0,0:09:13.17,0:09:16.08,Default,,0000,0000,0000,,ngokucacileyo lileiphi inani endinokulibeka. Dialogue: 0,0:09:16.08,0:09:18.23,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa kwakhona andimthandi lo 6 apha. Dialogue: 0,0:09:18.23,0:09:19.55,Default,,0000,0000,0000,,Uvele aziphixanise izinto. Dialogue: 0,0:09:19.55,0:09:25.99,Default,,0000,0000,0000,,Ndiathanda ukuba no'x' dibanisa 'a' ophindwe kabini, hayi ingcambu Dialogue: 0,0:09:25.99,0:09:27.45,Default,,0000,0000,0000,,umlingana wesimeli u'x'. Dialogue: 0,0:09:27.45,0:09:31.53,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke masahlule macala ngo alanxaki ngo 6, kwaye ufumana Dialogue: 0,0:09:31.53,0:09:39.73,Default,,0000,0000,0000,,'x' ophindwe kabini thabatha 7/6x ulingana --3uamahlule ngo 6 Dialogue: 0,0:09:39.73,0:09:41.57,Default,,0000,0000,0000,,ilingana no1/2. Dialogue: 0,0:09:41.57,0:09:43.19,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ngesiyenzile lanto inyathelo lethu lokuqala. Dialogue: 0,0:09:43.19,0:09:46.45,Default,,0000,0000,0000,,Ngesahlule ngo6 kwasekuqaleni kwinyathelo lethu lokuqala. Dialogue: 0,0:09:46.45,0:09:49.25,Default,,0000,0000,0000,,Ngenye indlela, masizame ukugqibezela isikwere. Dialogue: 0,0:09:49.25,0:09:51.80,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke sino 'x' ophindwe kabini--ndikuvula indawo. Dialogue: 0,0:09:51.80,0:09:59.53,Default,,0000,0000,0000,,thabatha 7/6x dibanisa nalonto izakulingana no 1/2. Dialogue: 0,0:09:59.53,0:10:02.40,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ngoko ke, kufuneka sidibanise into apha ukuze elicala lasekhohlo Dialogue: 0,0:10:02.40,0:10:05.29,Default,,0000,0000,0000,,lenxaki iphume liyinto ephindwe kabini. Dialogue: 0,0:10:05.29,0:10:06.62,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke siyenza njani lotno? Dialogue: 0,0:10:06.62,0:10:10.77,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile ngocoselelo sijonga lomlingani, kwaye sibeke Dialogue: 0,0:10:10.77,0:10:14.61,Default,,0000,0000,0000,,engqondweni lento ayingo 7/6 ngu thabatha 7/6. Dialogue: 0,0:10:14.61,0:10:17.46,Default,,0000,0000,0000,,Uthatha 1/2 wayo, kwaye kwangoko umphinde kabini. Dialogue: 0,0:10:17.46,0:10:18.61,Default,,0000,0000,0000,,Kunjalo? Dialogue: 0,0:10:18.61,0:10:19.69,Default,,0000,0000,0000,,Mandiyenze. Dialogue: 0,0:10:19.69,0:10:25.29,Default,,0000,0000,0000,,'x' dibanisa 'a' , baphinde kabini ufumana u'x' ophindwe kabini dibanisa Dialogue: 0,0:10:25.29,0:10:28.82,Default,,0000,0000,0000,,'2ax' dibanisa 'a' ophindwe kabini. Dialogue: 0,0:10:28.82,0:10:29.07,Default,,0000,0000,0000,,Kunjalo? Dialogue: 0,0:10:29.07,0:10:30.75,Default,,0000,0000,0000,,Lento yeyonanto ekufuneka uyikhumbule maxesha onke. Dialogue: 0,0:10:30.75,0:10:33.56,Default,,0000,0000,0000,,Kuko konke ukugqibezela isikwere okukuqukayo. Dialogue: 0,0:10:33.56,0:10:34.98,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ndiqgibokuthini ngoku? Dialogue: 0,0:10:34.98,0:10:37.26,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, esisimeli sizakuba ngu 1/2 yalento Dialogue: 0,0:10:37.26,0:10:39.19,Default,,0000,0000,0000,,ingumlingani iphindwe kabnini. Dialogue: 0,0:10:39.19,0:10:40.19,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye siyanzi njani lonto? Dialogue: 0,0:10:40.19,0:10:43.88,Default,,0000,0000,0000,,Ngoba 'a' uzakuba ngu 1/2 yalomlingani ukuba Dialogue: 0,0:10:43.88,0:10:45.85,Default,,0000,0000,0000,,wenza kancinci umfuziselo wokudibanisa. Dialogue: 0,0:10:45.85,0:10:48.76,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ngubani 1/2 walomlingani? Dialogue: 0,0:10:48.76,0:10:54.05,Default,,0000,0000,0000,,1/2 thabatha 7/6 ngu thabatha 7/12. Dialogue: 0,0:10:54.05,0:10:56.64,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ukuba ufuna ukubhala 'a' ulingana nothabatha Dialogue: 0,0:10:56.64,0:10:58.77,Default,,0000,0000,0000,,7/12 ngoko mzekelo. Dialogue: 0,0:10:58.77,0:11:00.77,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ndiphinda-phinde lento ngo 1/2. Dialogue: 0,0:11:00.77,0:11:01.98,Default,,0000,0000,0000,,Kunjalo? Dialogue: 0,0:11:01.98,0:11:03.66,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ndidibanisa ntoni macala omabini? Dialogue: 0,0:11:03.66,0:11:06.03,Default,,0000,0000,0000,,Ndidibanisa u'a' ophindwe kabini. Dialogue: 0,0:11:06.03,0:11:08.93,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ngubani u 7/12 umphinde kabini? Dialogue: 0,0:11:08.93,0:11:13.22,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile ngubani u 49/144.` Dialogue: 0,0:11:13.22,0:11:15.00,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba ndiyenzile kwicala lasekhohlo kufuneka ndiyenze Dialogue: 0,0:11:15.00,0:11:16.63,Default,,0000,0000,0000,,na kwcala lasekunene Dialogue: 0,0:11:16.63,0:11:22.24,Default,,0000,0000,0000,,Dibanisa 49/144. Dialogue: 0,0:11:22.24,0:11:26.12,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ngoku ndingacazulula njani elicala lasekhohlo? Dialogue: 0,0:11:26.12,0:11:26.88,Default,,0000,0000,0000,,Lithini inyathelo lehtu elilandelayo? Dialogue: 0,0:11:26.88,0:11:28.47,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile siyazi ngoku yingcmbu egqibeleleyo. Dialogue: 0,0:11:28.47,0:11:31.55,Default,,0000,0000,0000,,Ngokwenyani, siyayazi ngubani u'a'. 'a' ngu thabatha 7/12. Dialogue: 0,0:11:31.55,0:11:35.20,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye siyayazi icala lethu lasekhohlo lale nxaki Dialogue: 0,0:11:35.20,0:11:43.39,Default,,0000,0000,0000,,ngu 'x' thabatha 'a'--oaknye 'x' dibanisa 'a', kodwa 'a' linani lelithabatha yo. Dialogue: 0,0:11:43.39,0:11:47.98,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke 'x' dibanisa 'a' kwaya 'a' nguthabatha, ohpindwe kabini. Dialogue: 0,0:11:47.98,0:11:50.35,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ukuba ufuna ungacazulula lento phandle kwaye ungqine Dialogue: 0,0:11:50.35,0:11:53.13,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ukuba nyani ilingana nalento. Dialogue: 0,0:11:53.13,0:11:55.92,Default,,0000,0000,0000,,kwaye lanto izakulingana no--masifumane into ezifanayo Dialogue: 0,0:11:55.92,0:11:58.36,Default,,0000,0000,0000,,ngaphantsi, 144. Dialogue: 0,0:11:58.36,0:12:04.07,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke 72 dibanisa 49 ilingana no121. Dialogue: 0,0:12:04.07,0:12:06.30,Default,,0000,0000,0000,,121/144. Dialogue: 0,0:12:06.30,0:12:09.21,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke sino 'x' thabatha 7/12, yonke lanto uyiphnde ngesibini. Dialogue: 0,0:12:09.21,0:12:13.18,Default,,0000,0000,0000,,ilingana no 121/144. Dialogue: 0,0:12:13.18,0:12:14.30,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke senza ntoni xa kunje ngoku? Dialogue: 0,0:12:14.30,0:12:15.57,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, ngoku sithatha ingcambu macala Dialogue: 0,0:12:15.57,0:12:17.70,Default,,0000,0000,0000,,aelnxaki. Dialogue: 0,0:12:17.70,0:12:20.14,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ndizama ukufumana indawo. Dialogue: 0,0:12:20.14,0:12:22.22,Default,,0000,0000,0000,,Tshintshela kuluhlaza. Dialogue: 0,0:12:22.22,0:12:25.32,Default,,0000,0000,0000,,Mandizibeke calanye ngaphandle. Dialogue: 0,0:12:25.32,0:12:33.31,Default,,0000,0000,0000,,kwaye sifumana 'x' thabatha 7/12 ulingana nodibanisa okanye thabatha Dialogue: 0,0:12:33.31,0:12:33.94,Default,,0000,0000,0000,,ingcambu yalanto. Dialogue: 0,0:12:33.94,0:12:38.12,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke dibanisa okanye thabatha 11/12. Dialogue: 0,0:12:38.12,0:12:38.39,Default,,0000,0000,0000,,Kunjalo? Dialogue: 0,0:12:38.39,0:12:39.66,Default,,0000,0000,0000,,Ingcambuka 121 ngu 11. Dialogue: 0,0:12:39.66,0:12:42.42,Default,,0000,0000,0000,,Ingcambu ka 144 ngu 12. Dialogue: 0,0:12:42.42,0:12:44.48,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke kwangoko singadibnisa 7/12 macala omabini elenxaki, Dialogue: 0,0:12:44.48,0:12:53.10,Default,,0000,0000,0000,,kwaye sifumana 'x' ulingana no 7/12 dibanisa okanye thabatha 11/12. Dialogue: 0,0:12:53.10,0:12:58.66,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile lanto ilingana no 7 dibanisa oakanye thabatha 11/12. Dialogue: 0,0:12:58.66,0:13:00.05,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke, athini amathuba ethu omabini? Dialogue: 0,0:13:00.05,0:13:03.93,Default,,0000,0000,0000,,7 dibanisa 11 ngu 18, ngaphesu kuka 12. Dialogue: 0,0:13:03.93,0:13:08.21,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke 'x' angalingana 18/12, ngu 3/2. Dialogue: 0,0:13:08.21,0:13:11.01,Default,,0000,0000,0000,,okanye, ngubani 7 thabatha 11? Dialogue: 0,0:13:11.01,0:13:12.76,Default,,0000,0000,0000,,Ngu thabatha 4/12. Dialogue: 0,0:13:12.76,0:13:15.37,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ngu thabatha 1/3. Dialogue: 0,0:13:15.37,0:13:16.63,Default,,0000,0000,0000,,Nantsoke unayo. Dialogue: 0,0:13:16.63,0:13:17.94,Default,,0000,0000,0000,,Kuku gqibezela isikwere. Dialogue: 0,0:13:17.94,0:13:20.22,Default,,0000,0000,0000,,Ngethemba ufumene lanto inengcaciso enengeniso. Dialogue: 0,0:13:20.22,0:13:23.34,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ukuba ufuna ukugqinelana ne"quadratic equation", konke owu Dialogue: 0,0:13:23.34,0:13:27.32,Default,,0000,0000,0000,,makukwenze endaweni yoba namanani apha, bhala 'ax' ophindwe kabini Dialogue: 0,0:13:27.32,0:13:29.82,Default,,0000,0000,0000,,dibanisa 'bx' dibanisa 'c' lingana no 0. Dialogue: 0,0:13:29.82,0:13:34.13,Default,,0000,0000,0000,,kwaye kwangoko gqibezela iskwere ngokusebenzisa a,b, kunye no c. Dialogue: 0,0:13:34.13,0:13:35.06,Default,,0000,0000,0000,,endaweni yamanani. Dialogue: 0,0:13:35.06,0:13:37.18,Default,,0000,0000,0000,,kwaye uzakuphela ne "quadratic equation' Dialogue: 0,0:13:37.18,0:13:38.11,Default,,0000,0000,0000,,ekupheleni. Dialogue: 0,0:13:38.11,0:13:39.51,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ndiyacinga ukuba ndiyenzile lanto kulomboniso. Dialogue: 0,0:13:39.51,0:13:41.60,Default,,0000,0000,0000,,Ndazise ukuba khange ndiyenze kwaye ndizakwenzea yona. Dialogue: 0,0:13:41.60,0:13:44.54,Default,,0000,0000,0000,,Ngenyindlela, ndizakubona kumboniso olandelayo.