WEBVTT 00:00:00.870 --> 00:00:03.610 Wmakelekile kumboniso yogqibezelo lesi kwere. 00:00:03.610 --> 00:00:04.440 Yinto igqebezelo lwesi kwere? 00:00:04.440 --> 00:00:06.740 Kulungile, yindlela yokusombulula i'quadratic equation". 00:00:06.740 --> 00:00:09.700 Kwaye gqo, mandibhale phantsi i"quadratic equation', kwaye 00:00:09.700 --> 00:00:11.570 kangoko ndzakubonisa kugqityezelwa njani isikwere. 00:00:11.570 --> 00:00:13.460 Kwaye kangaoko sizakwenza omnye umzekelo, kwaye kwangako mhlawumbi singathetha 00:00:13.460 --> 00:00:16.650 kancinci kutheni ibizwa ngokuba lugqibezelo lwesi kwere. 00:00:16.650 --> 00:00:27.770 Ngoko ke masithi sinale nxaki: 'x' ophindwe kabini dibanisa '16x' 00:00:27.770 --> 00:00:32.600 thabatha 57 ilingana no 0. 00:00:32.600 --> 00:00:36.130 Ngoko ke zintoni izixhobo zethu kwizixhobo zethu apha 00:00:36.130 --> 00:00:36.970 esinokuzisebenzisa ukusombulula lento? 00:00:36.970 --> 00:00:38.570 Kulungile, singazama ukuyihlenga-hlengisa lento phandle. 00:00:38.570 --> 00:00:41.770 Singathi, ngawaphi amanani othi uwadibanisa akunike u16, kwaye kangoko xa u- 00:00:41.770 --> 00:00:44.060 uwaphinda-phinda akunike uthabatha 57? 00:00:44.060 --> 00:00:45.450 Kwaye kuzakufuneka ucinge nayo kancinci. 00:00:45.450 --> 00:00:47.360 Kwaye ungafumana onke amanani, kodwa awuka 00:00:47.360 --> 00:00:49.050 qiniseki ukuba akhona amanani amabini apheleleyo angasebenza 00:00:49.050 --> 00:00:49.540 nje kanjalo. 00:00:49.540 --> 00:00:50.630 Kulenxaki akhona. 00:00:50.630 --> 00:00:53.510 Kodwa uyazi kanjani, ngamanye amaxesha impendulo linani lesishumi 00:00:53.510 --> 00:00:54.190 kwaye awuyazi lonto. 00:00:54.190 --> 00:00:58.150 Ngoko ke, ngaxashanye ongahlenga-hlengisa kuxa uqinisekile ukuba 00:00:58.150 --> 00:01:01.000 ungahlenga-hlengisa ngokwe ndlela yamanani apheleleyo. 00:01:01.000 --> 00:01:03.620 Uyayazi, 'x' dibanisa inani elipheleleyo okanye 'x' thabatha elinye nje inani elipheleleyo 00:01:03.620 --> 00:01:05.920 phinda-phinda, uyayazi, 'x' dibanisa namanye nje amanani apheleleyo. 00:01:05.920 --> 00:01:06.990 Okanye njengesi qhelo. 00:01:06.990 --> 00:01:09.240 Enye indlela kukwenza i"quadratic equation". 00:01:09.240 --> 00:01:11.420 Kwaye into esiyenzayo ukubona yi"quadratic equation" 00:01:11.420 --> 00:01:15.510 yindlela lanje imfutshane yokugqibezela isikwere. 00:01:15.510 --> 00:01:18.410 I"quadratic equation" iyakwazeka ukuhlolwa ngokosebenzisa 00:01:18.410 --> 00:01:19.420 ukugqibezela isikwere. 00:01:19.420 --> 00:01:21.420 Ngoko ke yinto ukugqibezela isikwere? 00:01:21.420 --> 00:01:23.340 Ngoko ke senza ntoni/ 00:01:23.340 --> 00:01:27.080 Kulungile, phambi kokuba siqubele kulomboniso masibone kwenzeka ntoni 00:01:27.080 --> 00:01:30.930 xa ndiphinda-phinda inxaki ethile. 00:01:30.930 --> 00:01:33.220 Mandiyenze phantsi apha. 00:01:33.220 --> 00:01:40.250 Ngubani u'x' dibanisa 'a', uba phinda-phinde kabini. 00:01:40.250 --> 00:01:50.940 Kulungile ilingana no 'x' ophindwe kabini dibanisa '2ax' dibanisa 'a' ophindwe kabini. 00:01:50.940 --> 00:01:51.680 Kulungile. 00:01:51.680 --> 00:01:55.420 Ngoko ke ukuba uabona nantoni na engalendlela, kufanele wazi 00:01:55.420 --> 00:01:57.740 'x' dibanisa lonto ephindwe kabini. 00:01:57.740 --> 00:02:01.040 Ngoko ke ibingazo bandle ukuba khange sinyanzele lenxaki 00:02:01.040 --> 00:02:05.900 ngoko ke singayibhala ngalendlela 'x' dibanisa 'a' ophindwe kabini lingana nantoni, 00:02:05.900 --> 00:02:08.140 kwaye kwangoko singathatha ingcambu? 00:02:08.140 --> 00:02:11.580 Kwaye into esizakuyenza yile, gqo, yenza nje lonto. 00:02:11.580 --> 00:02:13.090 Kwaye kukugqibezela isikwere. 00:02:13.090 --> 00:02:15.010 Ngoko ke, mandikunike umzekelo. 00:02:15.010 --> 00:02:16.515 Ndicinga umzekelo angayenza ibonakale ncono. 00:02:16.515 --> 00:02:17.620 Mandibiyele lento phaya. 00:02:17.620 --> 00:02:19.310 Lento yile kufuneka uyikhumbule. 00:02:19.310 --> 00:02:22.130 Lento yonke ngumgaqo siseko oxhasa ukugqibezela isikwere-- 00:02:22.130 --> 00:02:25.650 ukufumana inxaki ibe ngoluhlobo, kwicala elinye 00:02:25.650 --> 00:02:27.940 lenxaki, kwaye ube nenani kwelinye icala, ngoko ke 00:02:27.940 --> 00:02:31.210 ungathatha ingcambu macala. 00:02:31.210 --> 00:02:32.000 ngoko ke masibone. 00:02:32.000 --> 00:02:33.970 Ekuqaleni, masiqale sijonge ukuba lento ayi 00:02:33.970 --> 00:02:35.020 sosi kwere esigqibeleleyo. 00:02:35.020 --> 00:02:39.700 Ukuba bekunjalo, umlinane bezakulingana no '2a' 00:02:39.700 --> 00:02:40.470 kunjalo/ 00:02:40.470 --> 00:02:44.440 Ngoko ke 'a' bezakuba ngu 8, kwaye kwangoko lento ibizakuba ngu 64. 00:02:44.440 --> 00:02:48.270 Lento icacile ayingo 64, ngoko ke lento ilapha ayi 00:02:48.270 --> 00:02:50.840 phindwanga ngokuchazwa. 00:02:50.840 --> 00:02:51.680 Ngoko ke, singenza ntoni/ 00:02:51.680 --> 00:02:55.990 Kulungile mandahlukane no 57 ndimahlule ngo 57 macala 00:02:55.990 --> 00:02:57.200 ale nxaki. 00:02:57.200 --> 00:03:07.550 Ngoko ke ndizakufumana 'x' ophindwe kabini dibanisa '16x' lingana no 57. 00:03:07.550 --> 00:03:11.470 Yonke into endiyenzileyo ndidibanise 57 macala omabini alenxaki. 00:03:11.470 --> 00:03:16.300 Ngoku yintoni itno endinokuyidibanisa ukuze lento, icala lasekhohlo 00:03:16.300 --> 00:03:21.480 lalenxaki, lingaba liyaphindeka kabini 00:03:21.480 --> 00:03:24.820 nje ngo 'x' dibanisa 'a'? 00:03:24.820 --> 00:03:28.790 Ukuba uyalandela lomfuziselo pahntsi apha, sino 'x' ophindwe kabini 00:03:28.790 --> 00:03:37.880 dibanisa '2ax'--ngoko ke ungayibona lento apha inje ngo '2ax'. 00:03:37.880 --> 00:03:39.090 Akunjalo? 00:03:39.090 --> 00:03:40.900 Ngu '2ax'. 00:03:40.900 --> 00:03:43.520 Kwaye kwangoko kufuneka sidibanise 'a' ophindwe kabini kuyo. 00:03:43.520 --> 00:03:44.040 Kunjalo/ 00:03:44.040 --> 00:03:46.300 Dibanisa 'a' ophindwe kabini. 00:03:46.300 --> 00:03:48.010 Kwaye kwangoko sizakuba nendlela apha. 00:03:48.010 --> 00:03:50.510 Kodwa siyayazi ukusukela kwamaqalela e"Algebra" ukuba nantoni na oyenzayo 00:03:50.510 --> 00:03:52.080 kwlinye icala lenxaki kufuneka uyenze nakwelinye. 00:03:52.080 --> 00:03:54.230 Ngoko ke sidibanise u'a' ophindwe kabini apha, ngoko ke masidibanise u 'a' 00:03:54.230 --> 00:03:56.840 ophindwe kabini apha kwakhona. 00:03:56.840 --> 00:04:01.350 Kwaye ngoku ungaphinda kwakhona uyibhale lento njenge sikwere 00:04:01.350 --> 00:04:02.260 senye inxaki ethile. 00:04:02.260 --> 00:04:04.210 Kodwa phambi kwalonto kufuneka sifumane ukuba ibiyintoni? 00:04:04.210 --> 00:04:05.520 Kulungile, siyenza njani lanto? 00:04:05.520 --> 00:04:06.740 Kulungile, ngubani u'a'? 00:04:06.740 --> 00:04:10.720 Ukuba lenxaki ilapha ngu '2ax', ngubani u'a'? 00:04:10.720 --> 00:04:15.380 Kulungile '2a' uzakulingana no 16, ngoko ke 'a' ulingana no8. 00:04:15.380 --> 00:04:18.020 Kwaye ungayenza lanto ngokuhlolisisa; 00:04:18.020 --> 00:04:18.630 yenza apha kuwe entloko. 00:04:18.630 --> 00:04:20.930 Kodwa ukuba ubufuna yenzeke "algebraically" unga 00:04:20.930 --> 00:04:25.690 bhala '2ax' ulingna 00:04:25.690 --> 00:04:29.090 Kwaye kwangoko yahlula macala ngo '2x', kwaye ufumana u'a' eli 00:04:29.090 --> 00:04:31.430 ngana no '16x' ngaphezu kuka '2x' 00:04:31.430 --> 00:04:36.950 Kwaye uthathe ngathi 'x' akalingani no 0lento ehluza 00:04:36.950 --> 00:04:38.130 Ngoko ke 'a' ngu 8. 00:04:38.130 --> 00:04:42.430 Ngoko ke ukuba 'a' ngu 8singabhala lento kwakhona lenxaki--ndiza kucima 00:04:42.430 --> 00:04:49.030 imibala ngoku pheleleyo-- nje ngokuba 'x' ophindwe kabini dibanisa '16x' 00:04:49.030 --> 00:04:50.470 dibanisa 'a' ophindwe kabini. 00:04:50.470 --> 00:04:54.180 Kulungile, ngu 64, ngoba 'a' ngu 8. 00:04:54.180 --> 00:04:59.170 Ulingana no 57 dibanisa 64. 00:04:59.170 --> 00:05:00.720 Akunjalo? 00:05:00.720 --> 00:05:04.600 Ndiye kolona caciso ludinisayo apha, kodwa yonke 00:05:04.600 --> 00:05:08.890 into esiyenzileyo ukufika phaya sidibanise 57 kumacala 00:05:08.890 --> 00:05:10.870 omabini alenxaki ngendlela zokuyibeka kwicala lase kunene 00:05:10.870 --> 00:05:14.320 kwaye kwangoko sidibanise 64 macala omabini alenxaki. 00:05:14.320 --> 00:05:16.830 Kwaye kutheni sidibanisa 64 macala omabini alenxaki/ 00:05:16.830 --> 00:05:21.070 Ukuze ilicala lasekhohlo lalenxaki lithathe lendlela. 00:05:21.070 --> 00:05:23.200 Kuba ngoku icala lasekhohlo lithathe lendlela 00:05:23.200 --> 00:05:26.030 Ndingayibhla kwakhona kanjani? 00:05:26.030 --> 00:05:27.170 'x' dibanisa 'a' , ubaphinde kabini. 00:05:27.170 --> 00:05:28.620 Ndingayibhala kwakhona ngale ndlela. 00:05:28.620 --> 00:05:35.550 kwaye siyayazi ukuba 'a' ngu 8, ngoko ke ivela ibe ngu 'x' dibanisa 8' ubaphinde kabini, 00:05:35.550 --> 00:05:39.730 ilingana no--kwaye ngubani 57 dibanisa 64? 00:05:39.730 --> 00:05:43.090 Ngu 121. 00:05:43.090 --> 00:05:47.270 Ngoku sinento ekhangeleka ilula kakhulu--ngu 00:05:47.270 --> 00:05:48.960 iseyi "quadratic equation", ngqo, ngoba ukuba u- 00:05:48.960 --> 00:05:50.350 bunolwandisa elicala ubuzakufumana i'quadratic equation". 00:05:50.350 --> 00:05:53.065 Kodwa singayisombulula lento ngaphndle kokusebenzisa i'quadratic equation". 00:05:53.065 --> 00:05:54.610 okanye ngaphendle kokucazulula. 00:05:54.610 --> 00:05:57.390 Usuka apho singathatha ingcambu yamacala omabini alento.` 00:05:57.390 --> 00:06:00.550 Kwaye ukuba singathatha ingcambu yalama cala omabini singafumana ntoni? 00:06:00.550 --> 00:06:03.610 Sifumana--kwakhona, ngokuqgibeleleyo masicime imibala-- 00:06:03.610 --> 00:06:09.230 la 'x' dibanisa 8 ulingana no, kwaye khumbula lento, udibanisa okanye 00:06:09.230 --> 00:06:12.880 thabatha ingcambu ka 121. 00:06:12.880 --> 00:06:14.590 Kwaye ngubani ingcambu ka 121? 00:06:14.590 --> 00:06:15.960 Kulungile ngu 11, akunjalo/ 00:06:15.960 --> 00:06:17.630 Ngoko ke kwangoko singaza aph/ 00:06:17.630 --> 00:06:18.800 Mandibiyele lento phaya. 00:06:18.800 --> 00:06:20.620 Lento ibubucala. 00:06:20.620 --> 00:06:26.830 Ngoko ke sifumana 'x' dibanisa 8 ulingana no dibanisa okanye thabatha 11. 00:06:26.830 --> 00:06:30.420 Kwaye ngoko ke 'x' ulingana no--thabatha 8 kumacala omabini--thabatha 00:06:30.420 --> 00:06:33.860 8 dibanisa okanye thabatha 11. 00:06:33.860 --> 00:06:41.590 Kwaye mgoko ke 'x' angalinga--ngoko ke thabatha 8 dibanisa 11 ngu 3. 00:06:41.590 --> 00:06:41.970 Kunjalo? 00:06:44.800 --> 00:06:48.160 Mandiqinisekise ndiyenzile lonto. 00:06:48.160 --> 00:06:53.310 'x' ulingana no thabatha 8 dibaisa okanye thabatha 11. 00:06:53.310 --> 00:06:54.140 Ewe. 00:06:54.140 --> 00:06:55.350 Injalo. 00:06:55.350 --> 00:06:59.270 Ngoko ke 'x' angaba ngu 3. 00:06:59.270 --> 00:07:02.960 Kwaye kwangoko ukuba ndithatha uthabatha 8 thabatha 11, 'x' anga 00:07:02.960 --> 00:07:10.416 lingana kwakhona no thabatha 19. 00:07:10.416 --> 00:07:11.350 Kulungile. 00:07:11.350 --> 00:07:13.200 Kwaye makhe sijonge ukuba lanto iyayenza imvakalelo. 00:07:13.200 --> 00:07:18.680 Ngoko ke ngokwe ncazo eyingcingane lento ifanele ukucazululeka ngoku ka 'x' 00:07:18.680 --> 00:07:23.770 thabatha 3 phinda-phinda 'x' dibanisa 19 ilingana no 0. 00:07:23.770 --> 00:07:24.030 Kunjalo? 00:07:24.030 --> 00:07:26.160 Ngoba zombini ezi zizisombululo zale nxaki. 00:07:26.160 --> 00:07:28.190 Kwaye lonto iyasebenza, akunjalo? 00:07:28.190 --> 00:07:31.340 Thabatha 3 uphinda-phinde ngo 19 gnu thabatha 57. 00:07:31.340 --> 00:07:36.920 Kwaye thabatha 3 dibanisa 19 ngu dibanisa '16x' 00:07:36.920 --> 00:07:39.120 Bekufanele kwangoko sicazulele lento kwaphaya, kodwa ukuba 00:07:39.120 --> 00:07:41.030 lonto ibingacacanga kuthi--ngoba, uyayazi ubuncinci 00:07:41.030 --> 00:07:43.600 19 ngamanye amaxesha linani elingaqhelekanga--besizakuyenza 00:07:43.600 --> 00:07:46.800 sigqibezele isikwere. 00:07:46.800 --> 00:07:47.690 Kwaye kutheni ibizwa ngokuba kukugqibezela isikwere? 00:07:47.690 --> 00:07:49.920 Ngoba uyifumana ngalendlela kwaye kwangoko kufuneka udibanise lento 00:07:49.920 --> 00:07:52.950 nantsi indlela yokugqibezela isikwere--ukuguqula lento 00:07:52.950 --> 00:07:56.020 kwelicala lasekhohlo kwicala eliphindwe kabini. 00:07:56.020 --> 00:07:56.770 Masenze enye yokugqibela. 00:07:56.770 --> 00:07:59.920 Kwaye ndizakwenza ucaciso ulumbalwa kwaye kakhulu ukukhawulezisa 00:07:59.920 --> 00:08:02.105 ukwenza inxaki, kwaye kwangoko ingenza ibonakale ilulu. 00:08:04.800 --> 00:08:07.080 Kodwa lento izakuba yinxaki ekrwelisa isntloko. 00:08:07.080 --> 00:08:19.930 Ngoko ke mandithi ndino '6x' ophindwe kabini thabatha '7x' thabatha 3 ngu 0. 00:08:19.930 --> 00:08:22.980 Ungazama ukuyicazulula, kodwa ngokwenyani 00:08:22.980 --> 00:08:25.260 ndiyathanda ukuyicazulula xa inomlingani. 00:08:25.260 --> 00:08:27.590 Kwaye ungathi, kulungile kutheni singahluli ezizinto zombini macala 00:08:27.590 --> 00:08:28.970 ezalenxaki ngo6? 00:08:28.970 --> 00:08:30.960 Kodwa kwangoko ungazakufumana amaqhezu apha kunye neqhuzu nalapha. 00:08:30.960 --> 00:08:33.580 Kwaye kuzimakakhulu ukuyicazulula nje ngokuyihlola. 00:08:33.580 --> 00:08:35.190 Ungenza i"quadratic equation". 00:08:35.190 --> 00:08:37.310 Kwaye mhlawumbi ndizakubonisa kwixesha elizayo lomboniso, i"quadratic 00:08:37.310 --> 00:08:39.500 equation"--kwaye ndiyacinga ukuba ndiyenzile kwangaphambili apho ndinqginile 00:08:39.500 --> 00:08:40.630 i"quadratic equation". 00:08:40.630 --> 00:08:42.380 Kodwa i'quadratic equatio" ngamanye amagama 00:08:42.380 --> 00:08:43.170 kukuqgibezela isikwere. 00:08:43.170 --> 00:08:44.090 Ngundlela lula. 00:08:44.090 --> 00:08:46.280 Kukukhumbula qha isichazi sayo. 00:08:46.280 --> 00:08:48.320 Kodwa masigqibezele isikwere apha, ngoba yiyo into 00:08:48.320 --> 00:08:50.640 esingayo apha kulomboniso. 00:08:50.640 --> 00:08:54.650 Ngoko ke masidibanise u3 macala alenxaki. 00:08:54.650 --> 00:08:56.300 Singenza--kakulhe, masidibanise u3 kuqala. 00:08:56.300 --> 00:09:04.820 Ngoko ke ufumana u'6x' ophindwe kabini thabatha '7x' ilingana no3. 00:09:04.820 --> 00:09:06.770 Ndidibanise u3 macala. 00:09:06.770 --> 00:09:09.470 Kwaye abanye otitshala bazakumshiya uthabatha 3 apha, kwaye kwangoko zama 00:09:09.470 --> 00:09:11.050 ukufumana phandle udibanisa ntoni kwaye yonke lonto. 00:09:11.050 --> 00:09:13.170 Kodwa ndiyathanda ukuyibekela bucala kwendlela ukuze ndifiumana phandle 00:09:13.170 --> 00:09:16.080 ngokucacileyo lileiphi inani endinokulibeka. 00:09:16.080 --> 00:09:18.230 Kodwa kwakhona andimthandi lo 6 apha. 00:09:18.230 --> 00:09:19.550 Uvele aziphixanise izinto. 00:09:19.550 --> 00:09:25.990 Ndiathanda ukuba no'x' dibanisa 'a' ophindwe kabini, hayi ingcambu 00:09:25.990 --> 00:09:27.450 umlingana wesimeli u'x'. 00:09:27.450 --> 00:09:31.530 Ngoko ke masahlule macala ngo alanxaki ngo 6, kwaye ufumana 00:09:31.530 --> 00:09:39.730 'x' ophindwe kabini thabatha 7/6x ulingana --3uamahlule ngo 6 00:09:39.730 --> 00:09:41.566 ilingana no1/2. 00:09:41.566 --> 00:09:43.190 Kwaye ngesiyenzile lanto inyathelo lethu lokuqala. 00:09:43.190 --> 00:09:46.450 Ngesahlule ngo6 kwasekuqaleni kwinyathelo lethu lokuqala. 00:09:46.450 --> 00:09:49.250 Ngenye indlela, masizame ukugqibezela isikwere. 00:09:49.250 --> 00:09:51.800 Ngoko ke sino 'x' ophindwe kabini--ndikuvula indawo. 00:09:51.800 --> 00:09:59.530 thabatha 7/6x dibanisa nalonto izakulingana no 1/2. 00:09:59.530 --> 00:10:02.400 Kwaye ngoko ke, kufuneka sidibanise into apha ukuze elicala lasekhohlo 00:10:02.400 --> 00:10:05.290 lenxaki iphume liyinto ephindwe kabini. 00:10:05.290 --> 00:10:06.620 Ngoko ke siyenza njani lotno? 00:10:06.620 --> 00:10:10.770 Kulungile ngocoselelo sijonga lomlingani, kwaye sibeke 00:10:10.770 --> 00:10:14.610 engqondweni lento ayingo 7/6 ngu thabatha 7/6. 00:10:14.610 --> 00:10:17.460 Uthatha 1/2 wayo, kwaye kwangoko umphinde kabini. 00:10:17.460 --> 00:10:18.610 Kunjalo? 00:10:18.610 --> 00:10:19.690 Mandiyenze. 00:10:19.690 --> 00:10:25.290 'x' dibanisa 'a' , baphinde kabini ufumana u'x' ophindwe kabini dibanisa 00:10:25.290 --> 00:10:28.820 '2ax' dibanisa 'a' ophindwe kabini. 00:10:28.820 --> 00:10:29.070 Kunjalo? 00:10:29.070 --> 00:10:30.750 Lento yeyonanto ekufuneka uyikhumbule maxesha onke. 00:10:30.750 --> 00:10:33.560 Kuko konke ukugqibezela isikwere okukuqukayo. 00:10:33.560 --> 00:10:34.980 Ngoko ke ndiqgibokuthini ngoku? 00:10:34.980 --> 00:10:37.260 Kulungile, esisimeli sizakuba ngu 1/2 yalento 00:10:37.260 --> 00:10:39.190 ingumlingani iphindwe kabnini. 00:10:39.190 --> 00:10:40.190 Kwaye siyanzi njani lonto? 00:10:40.190 --> 00:10:43.880 Ngoba 'a' uzakuba ngu 1/2 yalomlingani ukuba 00:10:43.880 --> 00:10:45.850 wenza kancinci umfuziselo wokudibanisa. 00:10:45.850 --> 00:10:48.760 Ngoko ke ngubani 1/2 walomlingani? 00:10:48.760 --> 00:10:54.050 1/2 thabatha 7/6 ngu thabatha 7/12. 00:10:54.050 --> 00:10:56.640 Ngoko ke ukuba ufuna ukubhala 'a' ulingana nothabatha 00:10:56.640 --> 00:10:58.770 7/12 ngoko mzekelo. 00:10:58.770 --> 00:11:00.770 Kwaye ndiphinda-phinde lento ngo 1/2. 00:11:00.770 --> 00:11:01.980 Kunjalo? 00:11:01.980 --> 00:11:03.660 Ngoko ke ndidibanisa ntoni macala omabini? 00:11:03.660 --> 00:11:06.030 Ndidibanisa u'a' ophindwe kabini. 00:11:06.030 --> 00:11:08.930 Ngoko ke ngubani u 7/12 umphinde kabini? 00:11:08.930 --> 00:11:13.220 Kulungile ngubani u 49/144.` 00:11:13.220 --> 00:11:15.000 Ukuba ndiyenzile kwicala lasekhohlo kufuneka ndiyenze 00:11:15.000 --> 00:11:16.630 na kwcala lasekunene 00:11:16.630 --> 00:11:22.240 Dibanisa 49/144. 00:11:22.240 --> 00:11:26.120 Kwaye ngoku ndingacazulula njani elicala lasekhohlo? 00:11:26.120 --> 00:11:26.880 Lithini inyathelo lehtu elilandelayo? 00:11:26.880 --> 00:11:28.470 Kulungile siyazi ngoku yingcmbu egqibeleleyo. 00:11:28.470 --> 00:11:31.550 Ngokwenyani, siyayazi ngubani u'a'. 'a' ngu thabatha 7/12. 00:11:31.550 --> 00:11:35.200 Kwaye siyayazi icala lethu lasekhohlo lale nxaki 00:11:35.200 --> 00:11:43.390 ngu 'x' thabatha 'a'--oaknye 'x' dibanisa 'a', kodwa 'a' linani lelithabatha yo. 00:11:43.390 --> 00:11:47.980 Ngoko ke 'x' dibanisa 'a' kwaya 'a' nguthabatha, ohpindwe kabini. 00:11:47.980 --> 00:11:50.350 Kwaye ukuba ufuna ungacazulula lento phandle kwaye ungqine 00:11:50.350 --> 00:11:53.130 ukuba ukuba nyani ilingana nalento. 00:11:53.130 --> 00:11:55.920 kwaye lanto izakulingana no--masifumane into ezifanayo 00:11:55.920 --> 00:11:58.360 ngaphantsi, 144. 00:11:58.360 --> 00:12:04.070 Ngoko ke 72 dibanisa 49 ilingana no121. 00:12:04.070 --> 00:12:06.300 121/144. 00:12:06.300 --> 00:12:09.210 Ngoko ke sino 'x' thabatha 7/12, yonke lanto uyiphnde ngesibini. 00:12:09.210 --> 00:12:13.180 ilingana no 121/144. 00:12:13.180 --> 00:12:14.300 Ngoko ke senza ntoni xa kunje ngoku? 00:12:14.300 --> 00:12:15.570 Kulungile, ngoku sithatha ingcambu macala 00:12:15.570 --> 00:12:17.700 aelnxaki. 00:12:17.700 --> 00:12:20.140 Kwaye ndizama ukufumana indawo. 00:12:20.140 --> 00:12:22.215 Tshintshela kuluhlaza. 00:12:22.215 --> 00:12:25.320 Mandizibeke calanye ngaphandle. 00:12:25.320 --> 00:12:33.310 kwaye sifumana 'x' thabatha 7/12 ulingana nodibanisa okanye thabatha 00:12:33.310 --> 00:12:33.940 ingcambu yalanto. 00:12:33.940 --> 00:12:38.120 Ngoko ke dibanisa okanye thabatha 11/12. 00:12:38.120 --> 00:12:38.390 Kunjalo? 00:12:38.390 --> 00:12:39.660 Ingcambuka 121 ngu 11. 00:12:39.660 --> 00:12:42.420 Ingcambu ka 144 ngu 12. 00:12:42.420 --> 00:12:44.480 Ngoko ke kwangoko singadibnisa 7/12 macala omabini elenxaki, 00:12:44.480 --> 00:12:53.100 kwaye sifumana 'x' ulingana no 7/12 dibanisa okanye thabatha 11/12. 00:12:53.100 --> 00:12:58.660 Kulungile lanto ilingana no 7 dibanisa oakanye thabatha 11/12. 00:12:58.660 --> 00:13:00.050 Ngoko ke, athini amathuba ethu omabini? 00:13:00.050 --> 00:13:03.930 7 dibanisa 11 ngu 18, ngaphesu kuka 12. 00:13:03.930 --> 00:13:08.210 Ngoko ke 'x' angalingana 18/12, ngu 3/2. 00:13:08.210 --> 00:13:11.010 okanye, ngubani 7 thabatha 11? 00:13:11.010 --> 00:13:12.760 Ngu thabatha 4/12. 00:13:12.760 --> 00:13:15.370 Ngoko ke ngu thabatha 1/3. 00:13:15.370 --> 00:13:16.630 Nantsoke unayo. 00:13:16.630 --> 00:13:17.940 Kuku gqibezela isikwere. 00:13:17.940 --> 00:13:20.220 Ngethemba ufumene lanto inengcaciso enengeniso. 00:13:20.220 --> 00:13:23.340 kwaye ukuba ufuna ukugqinelana ne"quadratic equation", konke owu 00:13:23.340 --> 00:13:27.320 makukwenze endaweni yoba namanani apha, bhala 'ax' ophindwe kabini 00:13:27.320 --> 00:13:29.820 dibanisa 'bx' dibanisa 'c' lingana no 0. 00:13:29.820 --> 00:13:34.130 kwaye kwangoko gqibezela iskwere ngokusebenzisa a,b, kunye no c. 00:13:34.130 --> 00:13:35.060 endaweni yamanani. 00:13:35.060 --> 00:13:37.180 kwaye uzakuphela ne "quadratic equation' 00:13:37.180 --> 00:13:38.110 ekupheleni. 00:13:38.110 --> 00:13:39.510 Kwaye ndiyacinga ukuba ndiyenzile lanto kulomboniso. 00:13:39.510 --> 00:13:41.600 Ndazise ukuba khange ndiyenze kwaye ndizakwenzea yona. 00:13:41.600 --> 00:13:44.540 Ngenyindlela, ndizakubona kumboniso olandelayo.